Ikratshi likaSirayeli liyamkhonkotha,kodwa nkqi kubo ukubuya beze kuNdikhoyo uThixo wabo;ewe, abazidubi nangokumfuna.