Uhosiya 6:4 Ibhayibhile (XHO96)

“Mandikuthini na kodwa, Efrayim?Mandenze ntoni na ngawe, Juda?Uthando lwenu lunjengenkungu yakusasa,nqwa nombethe othi shwaka kwangoko.

Uhosiya 6

Uhosiya 6:1-7