Hayi ke, masimvume uNdikhoyo;ewe, masikuxunele ukumazi.Ukubonakala kwakhe kuqiniseke njengokuphuma kwelanga.Uya kusifikela njengemvula yasebusika –njengeemvula zentlakohlaza ezinyakamisa umhlaba.”