“Yizani kaloku, sibuyele *kuNdikhoyo.Ewe, yena usidlakazile,kodwa usenako ukubuya asinyange.Ngenene yena usenzakalisile,ukanti ke angabuya asibophe.