Ke kuEfrayim ndoba njengengonyama;ewe, ndibe lirhamncwa kwindlu kaJuda.Ndobaqwenga-qwenga ndibashiye,ndibafuduse bangahlangulwa bani;