Uhosiya 5:13 Ibhayibhile (XHO96)

UEfrayim wasibona isifo sakhe,noJuda wazibona iinduma zakhe.Suka uEfrayim wabhenel' eAsiriya,wazibika apho kukumkani uYarebhi;kodwa yena nkqi ukunyanga,soze aziphozise ezo nduma.

Uhosiya 5

Uhosiya 5:5-14