Kaloku wona amatshawe akwaJudaselefana nâbo bahlehlisa umlimandlela.Ndosuka ndibagalele ngomsindo wam,babe ngathi bafikelwe ziimpuphuma.