Hoyina; hoyina, maSirayeli!Phulaphulani ilizwi *likaNdikhoyo!Kaloku uNdikhoyo unesikhalazo,umangalela abemi beli lizwe:“Akukho tu ukunyaniseka nokuthembeka;akazelwe nto uThixo kweli lizwe.