Uhosiya 3:5 Ibhayibhile (XHO96)

Kamva ke amaSirayeli aya kubuya amfune uNdikhoyo uThixo wawo, nokumkani wawo uDavide. Ngemihla yokugqibela aya kuza kuNdikhoyo ngoloyiko, efuna iintsikelelo zakhe.

Uhosiya 3

Uhosiya 3:1-5