Uhosiya 3:1 Ibhayibhile (XHO96)

*UNdikhoyo wathi kum: “Phinda umthande umfazi wakho nangona engumkrexezikazi othandana nandoda yimbi, kuba nam ndisamthanda uSirayeli nakubeni ngoku selethabathekile ngabanye oothixo, ethanda amaqebengwana anerasentyisi.”

Uhosiya 3

Uhosiya 3:1-5