Uhosiya 2:7 Ibhayibhile (XHO96)

Wosukelana nezithandwa zakhe,phofu angaze azifumane.Uya kuba ngafuna-funaibe yinqaba ukuzifumana,ade asuke athi:‘Mandibuyele kwindoda yam yokuqala;kwakubhetele ngoko kunangoku.’

Uhosiya 2

Uhosiya 2:5-9