Ndoyibharhisa imithi yediliya nekhiwane,le athi yena ukuyibiza:‘Ngumvuzo endiwunikwe zizithandwa zam.’Ndoyenza ibe lihlathi,idliwe ziinyamakazi zasendle.