Uhosiya 13:16 Ibhayibhile (XHO96)

ISamariya yona iza kohlwaywa;kaloku bavukelene noThixo wabo.Baza kuba zizigede likrele;iintsana zophihlizwa emhlabeni,nabakhulelweyo baya kuqangqululwa.”

Uhosiya 13

Uhosiya 13:11-16