Uhosiya 13:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ndomhlawulela na kwigunya lengcwaba?Ngaba ndomhlangula na ekufeni?Wena kufa, siphi isibetho sakho?Nawe ngcwaba, luphi ulwamvila lwakho?Ngenene andisayi kuba nanceba mpela!

Uhosiya 13

Uhosiya 13:4-16