Uphi khona loo kumkani wakhoukuba angakusindisi ezixekweni zakho zonke?Ziphi kaloku iinkokheli zakho?Ngani zingakuncedi nje?Kaloku nankqangaza nisithi:‘Sinike ookumkani nabalawuli.’