IGiliyadi ibimi kakuhle,kodwa ngoku ayisento yanto.Koba njalo naseGiligali –noxa kwakubingelelwa ngeenkunzi khonaamaqonga ayo ofana neengqumba zamatye,nditsho ezo zikumasimi alinyiweyo.