Uhosiya 10:8 Ibhayibhile (XHO96)

Asisathethi ke ngamaqonga asezindulini,kuba wona aya kutshatyalaliswa.Angundoqo wesono sikaSirayeli.Kokhula ameva kunye nenkunzane,atsho angabonakali amaqonga abo.Ngoko bosuka bathi ezintabeni:“Siweleni, nisifihle!”ezindulini bathi: “Sigqumeleleni!”

Uhosiya 10

Uhosiya 10:1-13