Uhosiya 10:15 Ibhayibhile (XHO96)

Bantundini baseBhetele, nakuni kuya kuba njalongenxa yobukhulu benkohlakalo yenu.Ewe, ukuthwasa kwaloo miniukumkani kaSirayeli wotshabalala.

Uhosiya 10

Uhosiya 10:5-15