Kambe ke nihlwayele inkohlakalo,naza ke navuna kwayona.Nizixhamle iziqhamo zokukhohlisa.Kaloku suka nakholosa ngobugorha benu,naqamela ngobuninzi bamajoni.