USirayeli wayenjengomdiliya othe xazalala,ovelisa iziqhamo ngexesha lazo.Kanti ngokwanda kwezo ziqhamowenjenjalo nokwandisa amaqonga.Ngokwanda kwenkqubela yelizwewenjenjalo ukuzihombisa neentsika zakhe.