Uhlaziyo-Mnqophiso 9:2 Ibhayibhile (XHO96)

Nabantu bakhona bade, bomelele, bayinzala ka-Anaki, ibe ke niyazi ukuba kuthiwa akukho mntu unokumelana nama-Anaki.

Uhlaziyo-Mnqophiso 9

Uhlaziyo-Mnqophiso 9:1-7