Uhlaziyo-Mnqophiso 8:3 Ibhayibhile (XHO96)

Wanithoba eniyekela ngendlela, waza kananjalo wanipha *imana, kutya oko naningakwazi, nina ngokunjalo nooyihlo-mkhulu. Le nto ke wayenza kuba efuna niqonde nazi ukuba ubomi bomntu abuxhomekanga kutyeni kuphela, koko buxhomekeke kuwo onke amazwi kaNdikhoyo.

Uhlaziyo-Mnqophiso 8

Uhlaziyo-Mnqophiso 8:1-7