Uhlaziyo-Mnqophiso 7:6 Ibhayibhile (XHO96)

Le nto ke noyenza kuba kaloku nina niyimilowo kaNdikhoyo uThixo wenu. Kaloku kuzo zonke izizwe zehlabathi uNdikhoyo uThixo wenu uninyulele ukuze nibe ngabantu abalibango lakhe elilodwa.

Uhlaziyo-Mnqophiso 7

Uhlaziyo-Mnqophiso 7:1-13