Uhlaziyo-Mnqophiso 7:4 Ibhayibhile (XHO96)

kuba ningáthi niyenzile loo nto zibawexule bamlahle uNdikhoyo abantwana benu, banqule thixo bambi. Ingáthi ikhe yenzeka loo nto uNdikhoyo acaphuke anitshabalalise ngoko nangoko.

Uhlaziyo-Mnqophiso 7

Uhlaziyo-Mnqophiso 7:1-10