Uhlaziyo-Mnqophiso 7:24 Ibhayibhile (XHO96)

Izikumkani zazo uya kuzinikela ezandleni zenu; ke nina niya kuzitshabalalisa zingabi sakhunjulwa. Akukho mntu uya kuba nako ukumelana nani, naye ke niya kutshabalalisa nivuthulule konke nje.

Uhlaziyo-Mnqophiso 7

Uhlaziyo-Mnqophiso 7:20-26