Uhlaziyo-Mnqophiso 6:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke mthande uNdikhoyo uThixo wakho ngomxhelo wakho wonke, nangomoya wakho wonke, ngokunjalo nangamandla akho onke.

Uhlaziyo-Mnqophiso 6

Uhlaziyo-Mnqophiso 6:1-14