Uhlaziyo-Mnqophiso 5:15 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku khumbula ukuba nawe ubulikhoboka kwelaseJiputa, ndaza ke mna Ndikhoyo Thixo wakho ndakukhulula ngamandla obungangamsha bam. Yiyo ke le nto ndikuyalela ukuba uwubeke uMhla wokuPhumla.

Uhlaziyo-Mnqophiso 5

Uhlaziyo-Mnqophiso 5:6-20