Uhlaziyo-Mnqophiso 4:31 Ibhayibhile (XHO96)

Yena unguThixo onemfesane. Akayi kunilahla kuphele, okanye anitshabalalise; ewe, akayi kuwulibala umnqophiso awawenza ngokwakhe nookhokho benu.”

Uhlaziyo-Mnqophiso 4

Uhlaziyo-Mnqophiso 4:25-38