Uhlaziyo-Mnqophiso 32:36 Ibhayibhile (XHO96)

Kaloku uNdikhoyo wobavelela abantu bakhe,avelane nazo izicaka zakhe,akuba eqonda ukuba baphelelwe,kungasekho mahluko phakathi kwenkosi nesicaka.

Uhlaziyo-Mnqophiso 32

Uhlaziyo-Mnqophiso 32:28-39