Uhlaziyo-Mnqophiso 31:23 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo ke wamyalela wenjenje noYoshuwa unyana kaNune: “Qina ukhaliphe, kuba nguwe oza kukhokela amaSirayeli, uye kuwangenisa kwelo lizwe ndawathembisa ngalo ngesifungo; ibe ke mna ndiza kuba nawe.”

Uhlaziyo-Mnqophiso 31

Uhlaziyo-Mnqophiso 31:21-28