Uhlaziyo-Mnqophiso 31:16 Ibhayibhile (XHO96)

UNdikhoyo wathi kuMosis: “Wena uza kufa ngoku. Wakuba ufile, aba bantu baza kukreqa, bandilahle, banqule *oothixo abanqulwa kwelo lizwe baza kuma kulo ngoku, bawutyeshele umnqophiso endawenza nabo.

Uhlaziyo-Mnqophiso 31

Uhlaziyo-Mnqophiso 31:15-21