Uhlaziyo-Mnqophiso 31:13 Ibhayibhile (XHO96)

Ngale ndlela ke nabantwana benu abangekawazi lo mthetho baya kuwuva. Ngoko ke baya kufunda ukumthobela bamhlonele uNdikhoyo uThixo wenu ngalo lonke ithuba nihleli kwelo lizwe niza kungena kulo phesheya kweJordan.”

Uhlaziyo-Mnqophiso 31

Uhlaziyo-Mnqophiso 31:4-23