Uhlaziyo-Mnqophiso 30:1 Ibhayibhile (XHO96)

“Zakuba zifikile zonke ezi ntsikelelo endikuxelele ngazo, zaza zakuhlela neziqalekiso, kungenzeka ukuba uzithathele ingqalelo naphi na apho uNdikhoyo uThixo wakho athe wakusasaza khona phakathi kweentlanga.

Uhlaziyo-Mnqophiso 30

Uhlaziyo-Mnqophiso 30:1-10