Uhlaziyo-Mnqophiso 3:14 Ibhayibhile (XHO96)

UJayire wendlu kaManase wawuthatha wonke loo mmandla waseAgobhi, iBhashan, ukuya kutsho kwimimandla yaseGeshuri naseMahaka. Ezo dolophu ke wazithiya ngaye; nangoku ke kusathiwa zezikaJayire.

Uhlaziyo-Mnqophiso 3

Uhlaziyo-Mnqophiso 3:10-18