Uhlaziyo-Mnqophiso 28:63 Ibhayibhile (XHO96)

Kwanjengokuba uNdikhoyo wayenemihlali ngani waza waninika inkqubela wanandisa, kuya kuba kwanjalo ukunivuthulula nokunitshabalalisa kwakhe. Niya kuncothulwa nifuduswe kweli lizwe ningena kulo ngoku.

Uhlaziyo-Mnqophiso 28

Uhlaziyo-Mnqophiso 28:53-68