Uhlaziyo-Mnqophiso 28:54-55 Ibhayibhile (XHO96)

Nditsho namadoda aphucukileyo anesisa ngelo thuba aya kuphalala ebethwa yindlala, kangangokuba ade atye abantwana bawo. Indoda iya kuvimba nomntakwayo, nomfazi wayo oyintanda, nditsho nowokugqibela osekhoyo kubantwana bayo.

Uhlaziyo-Mnqophiso 28

Uhlaziyo-Mnqophiso 28:45-58