Uhlaziyo-Mnqophiso 26:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ke yena uya kuniphakamisa, nibe ngaphezu kwazo zonke izizwe awazidalayo, khon' ukuze nityibele nibonga nilizisele udumo nesithozela igama lakhe. Ngenene niya kuba ngabantu bakaNdikhoyo uThixo wenu ngokomlomo wakhe.”

Uhlaziyo-Mnqophiso 26

Uhlaziyo-Mnqophiso 26:17-19