Uhlaziyo-Mnqophiso 24:7 Ibhayibhile (XHO96)

“Nawuphi na umntu oqweqwedise umSirayeli, waza wamenza ikhoboka lakhe, okanye wamthengisa ukuze abe likhoboka, makabulawe. Ngaloo ndlela ke noba nibuncothule ububi phakathi kwenu.

Uhlaziyo-Mnqophiso 24

Uhlaziyo-Mnqophiso 24:3-13