Uhlaziyo-Mnqophiso 24:16 Ibhayibhile (XHO96)

“Abazali mabangabulawa ngenxa yamatyala enziwe ngabantwana babo, nabantwana mabangabulawa ngenxa yamatyala enziwe ngabazali babo; umntu makabulawe ngenxa yesono asenze ngokwakhe.

Uhlaziyo-Mnqophiso 24

Uhlaziyo-Mnqophiso 24:7-22