Uhlaziyo-Mnqophiso 21:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ababingeleli bakwaLevi kofuneka babekho nabo apho, kuba ngabo abanyulwe nguNdikhoyo uThixo wenu ukuba baqwalasele imicimbi yonqulo, baze bathamsanqele egameni likaNdikhoyo, bade baphicothe bagwebe kwimibandela yeembambano nobugwinta.

Uhlaziyo-Mnqophiso 21

Uhlaziyo-Mnqophiso 21:1-8