Uhlaziyo-Mnqophiso 2:37 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke asisondelanga kummandla wama-Amon, okanye kunxweme lomlambo iJabhoko, nakwiidolophu zomhlaba weentaba, nakuyo nayiphi na indawo esasingayalelwanga ngayo nguNdikhoyo uThixo wethu.”

Uhlaziyo-Mnqophiso 2

Uhlaziyo-Mnqophiso 2:33-37