Uhlaziyo-Mnqophiso 19:5 Ibhayibhile (XHO96)

Ukuba abantu ababini baphumile baya kutheza ehlathini, waza ke wathi omnye wabo esagawula umthi lasuka lapoqa izembe lakhe laza lamenzakalisa wafa omnye lowo, lo ebegawula makaphephele kwenye yezo dolophu ukuzisindisa.

Uhlaziyo-Mnqophiso 19

Uhlaziyo-Mnqophiso 19:1-9