Uhlaziyo-Mnqophiso 19:15 Ibhayibhile (XHO96)

“Ingqina elinye alanele xa umntu ebekwa ityala, nokuba wone kanjani na. Ubutyala bommangalelwa kufuneka bumelwe ngamangqina amabini okanye amathathu.

Uhlaziyo-Mnqophiso 19

Uhlaziyo-Mnqophiso 19:14-21