Uhlaziyo-Mnqophiso 17:20 Ibhayibhile (XHO96)

Le nto ke iya kumnceda, khon' ukuze angazenzi bhetele kunamawabo, angayityesheli nakancinane imiyalelo kaNdikhoyo. Ngaloo ndlela ke uya kulawula iminyaka emininzi, ngokunjalo nenzala yakhe iya kulawula kwaSirayeli izizukulwana ngezizukulwana.”

Uhlaziyo-Mnqophiso 17

Uhlaziyo-Mnqophiso 17:14-20