Uhlaziyo-Mnqophiso 17:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ukumkani lowo makangazifuneli mhlambi wamahashe ukomeleza umkhosi wakhe, angaze athumele abantu eJiputa ukuba baye kumthengela amahashe, kuba kaloku uNdikhoyo wayalela wathi: ‘AmaSirayeli makangaze abuyele eJiputa.’

Uhlaziyo-Mnqophiso 17

Uhlaziyo-Mnqophiso 17:7-20