Ngezo ntsuku zintandathu zilandelayo ke uzutye isonka esinganyuswanga; ngolu lwesixhenxe ke kofuneka ungaphathi msebenzi, koko nihlangane ninqule uNdikhoyo uThixo wenu.”