Uhlaziyo-Mnqophiso 16:18 Ibhayibhile (XHO96)

“Kufuneka isizwe ngasinye simiselwe abalamli namanye amagosa kuzo zonke iidolophu zelo lizwe ulinikwa nguNdikhoyo uThixo wakho. La madoda ke kufuneka alawule abantu angakhethi buso.

Uhlaziyo-Mnqophiso 16

Uhlaziyo-Mnqophiso 16:13-20