Uhlaziyo-Mnqophiso 15:18 Ibhayibhile (XHO96)

Uze ungakhathazeki xa kufuneka ukhulule ikhoboka lakho; kaloku lona likusebenzele iminyaka emithandathu ngesiqingatha sexabiso obuya kulihlawula xa ubuliqeshile. Ukuba wenza ngale ndlela ke uNdikhoyo uThixo wakho uya kukuthamsanqela kuko konke okwenzayo.”

Uhlaziyo-Mnqophiso 15

Uhlaziyo-Mnqophiso 15:12-19