Uhlaziyo-Mnqophiso 12:18 Ibhayibhile (XHO96)

Le minikelo kufuneka niyityele phambi koNdikhoyo uThixo wenu, kuloo ndawo ayinyulele ukuzinziswa kwegama lakhe. Yona ke mayityiwe nini nabantwana, izicaka ngokunjalo nabaLevi enihlala nabo, nikuxhamle ngokonwaba ukubulaleka kwenu.

Uhlaziyo-Mnqophiso 12

Uhlaziyo-Mnqophiso 12:10-22