Uhlaziyo-Mnqophiso 11:25 Ibhayibhile (XHO96)

Akukho bani uya kuba nako ukumelana nani. Naphi na apho nihamba khona kwelo lizwe, uNdikhoyo uThixo wenu uya kubarhwaqelisa banoyike abantu bakhona ngokwesithembiso sakhe.

Uhlaziyo-Mnqophiso 11

Uhlaziyo-Mnqophiso 11:15-27